IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 55:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+

  • Isaya 61:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba mna, Yehova, ndithanda okusesikweni,+ ndikuthiyile ukuphanga kunye nentswela-bulungisa.+ Yaye ndiza kubanika umvuzo wabo ngenyaniso,+ nomnqophiso ohlala ngokungenammiselo ndiya kuwenza kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share