Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uthanda ubulungisa nokusesikweni.+Umhlaba uzaliswe bububele obunothando bukaYehova.+ INdumiso 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+