INdumiso 96:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yithini phakathi kweentlanga: “UYehova ngukumkani.+Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo khon’ ukuze lingabi nakushukunyiswa.+Uya kuligweba ityala lezizwana ngokuthe tye.”+ INdumiso 104:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+ INdumiso 119:90 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 90 Ukuthembeka kwakho kukwizizukulwana ngezizukulwana.+Uwuzinzise ngokuqinileyo umhlaba, ukuze uqhubeke umile.+ INtshumayeli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kumka esinye isizukulwana,+ kufike esinye isizukulwana;+ kodwa umhlaba umi ixesha elingenammiselo.+
10 Yithini phakathi kweentlanga: “UYehova ngukumkani.+Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo khon’ ukuze lingabi nakushukunyiswa.+Uya kuligweba ityala lezizwana ngokuthe tye.”+
5 Useke umhlaba phezu kweendawo omiswe kuzo;+Awuyi kushukunyiswa ukusa kwixesha elingenammiselo, okanye nangonaphakade.+
90 Ukuthembeka kwakho kukwizizukulwana ngezizukulwana.+Uwuzinzise ngokuqinileyo umhlaba, ukuze uqhubeke umile.+
4 Kumka esinye isizukulwana,+ kufike esinye isizukulwana;+ kodwa umhlaba umi ixesha elingenammiselo.+