Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+