IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Waza uThixo wenza izikhanyiso ezibini ezikhulu, isikhanyiso esikhulu ngakumbi sokulawula imini nesikhanyiso esincinane kunaso sokulawula ubusuku, kwakunye neenkwenkwezi.+

  • INdumiso 89:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Iya kumiselwa ngokuqinileyo njengenyanga kangangexesha elingenammiselo,

      Nanjengengqina elithembekileyo esibhakabhakeni.” Seʹlah.

  • Isaya 54:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba iintaba zingashenxiswa, neenduli zingashukuma,+ kodwa ububele bam bothando abuyi kushenxiswa kuwe,+ nomnqophiso wam woxolo awuyi kushukuma,”+ utsho uYehova, Lowo unenceba kuwe.+

  • Yeremiya 31:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Utsho uYehova, uMniki welanga lokukhanya kwemini,+ imimiselo+ yenyanga+ neenkwenkwezi zokukhanya kobusuku,+ Lowo uzamazamisa ulwandle ukuze amaza alo axokozele,+ Lowo ugama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ukuthi:

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share