IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba ayinjalo na indlu yam kuThixo?+

      Ngenxa yokuba undabele umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+

      Obekwe kakuhle ngolungelelwano kuyo yonk’ into nonqatyisiweyo.+

      Ngenxa yokuba lusindiso lwam lonke+ noyolo lwam lonke,

      Eso ayisosizathu na sokuba eya kukhulisa?+

  • Isaya 55:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+

  • Malaki 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Wona ke umnqophiso wam, ubunaye, lowo wobomi nowoxolo,+ yaye ndamnika oko, kunye noloyiko. Kwaye waqhubeka endoyika;+ ewe, ngenxa yegama lam wangenwa lunkwantyo.+

  • Hebhere 13:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke kaloku ngamana uThixo woxolo,+ owamnyusayo kwabafileyo+ umalusi omkhulu+ wezimvu+ ngegazi lomnqophiso ongunaphakade,+ iNkosi yethu uYesu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share