2 Kumkani 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena;+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+ Mika 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bopha iqela lamahashe enqwelweni, wena mmi olibhinqa waseLakishe.+ Wayekukuqala kwesono kwintombi yaseZiyon,+ kuba kufumaneke kuwe imvukelo kaSirayeli.+
8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena;+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+
13 Bopha iqela lamahashe enqwelweni, wena mmi olibhinqa waseLakishe.+ Wayekukuqala kwesono kwintombi yaseZiyon,+ kuba kufumaneke kuwe imvukelo kaSirayeli.+