Yeremiya 25:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ezizezi, iYerusalem nezixeko zakwaYuda nookumkani bayo, iinkosana zayo, ukuba ndizenze indawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa,+ into yokubethelwa umlozi nesiqalekiso, kanye njengakule mini;+ Daniyeli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Asibaphulaphulanga abakhonzi bakho abaprofeti,+ abathethe egameni lakho kookumkani bethu, iinkosana zethu nookhokho bethu nakubo bonke abantu belizwe.+
18 ezizezi, iYerusalem nezixeko zakwaYuda nookumkani bayo, iinkosana zayo, ukuba ndizenze indawo ephanzileyo, into yokukhwankqiswa,+ into yokubethelwa umlozi nesiqalekiso, kanye njengakule mini;+
6 Asibaphulaphulanga abakhonzi bakho abaprofeti,+ abathethe egameni lakho kookumkani bethu, iinkosana zethu nookhokho bethu nakubo bonke abantu belizwe.+