2 Kumkani 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo; 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Yeremiya 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+ Yeremiya 29:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ngenxa yokuba bengawaphulaphulanga amazwi am,’ utsho uYehova, ‘endawathumela kubo ngabakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni ndize ndibathumele.’+ “‘Kodwa aniphulaphulanga,’+ utsho uYehova. Yeremiya 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+
14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo;
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+
19 ngenxa yokuba bengawaphulaphulanga amazwi am,’ utsho uYehova, ‘endawathumela kubo ngabakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni ndize ndibathumele.’+ “‘Kodwa aniphulaphulanga,’+ utsho uYehova.
5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+