2 Kumkani 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.
18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.