Yeremiya 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 ukususela kwimini yokuphuma kookhokho benu kwilizwe laseYiputa kude kube yile mini;+ kwaye ndaqhubeka ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni mihla le ndize ndibathumele.+ Yeremiya 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, evuka ekuseni aze abathumele, kodwa aniphulaphulanga,+ ningathobanga nendlebe yenu ukuze niphulaphule,+
25 ukususela kwimini yokuphuma kookhokho benu kwilizwe laseYiputa kude kube yile mini;+ kwaye ndaqhubeka ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni mihla le ndize ndibathumele.+
4 Yaye uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, evuka ekuseni aze abathumele, kodwa aniphulaphulanga,+ ningathobanga nendlebe yenu ukuze niphulaphule,+