2 Kumkani 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem.+ Igama likanina lalinguNehushta intombi kaElnatan waseYerusalem. Yeremiya 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa.
8 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem.+ Igama likanina lalinguNehushta intombi kaElnatan waseYerusalem.
22 Kodwa uKumkani uYehoyakim wathumela amadoda eYiputa, uElnatan unyana ka-Akebhore+ namanye amadoda kunye naye ukuya eYiputa.