Yeremiya 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UBharuki waqalisa ukufunda ngokuvakalayo encwadini amazwi kaYeremiya endlwini kaYehova, kwigumbi lokudlela+ likaGemariya+ unyana kaShafan+ umkhupheli,+ kwintendelezo ephezulu, esangweni elitsha lendlu kaYehova,+ ezindlebeni zabo bonke abantu.
10 UBharuki waqalisa ukufunda ngokuvakalayo encwadini amazwi kaYeremiya endlwini kaYehova, kwigumbi lokudlela+ likaGemariya+ unyana kaShafan+ umkhupheli,+ kwintendelezo ephezulu, esangweni elitsha lendlu kaYehova,+ ezindlebeni zabo bonke abantu.