Yeremiya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngaphambi kokuba ndikuyile esiswini+ bendikwazi,+ naphambi kokuba uphume esibelekweni ndakungcwalisa.+ Ndikwenze umprofeti ezintlangeni.” Mateyu 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko kwazaliseka oko kwathethwa ngoYeremiya umprofeti, esithi: “Yaye bathabatha amaqhosha esilivere angamashumi amathathu,+ ixabiso awayexabisa lona umntu, lowo bambi boonyana bakaSirayeli babembekela ixabiso,
5 “Ngaphambi kokuba ndikuyile esiswini+ bendikwazi,+ naphambi kokuba uphume esibelekweni ndakungcwalisa.+ Ndikwenze umprofeti ezintlangeni.”
9 Ngoko kwazaliseka oko kwathethwa ngoYeremiya umprofeti, esithi: “Yaye bathabatha amaqhosha esilivere angamashumi amathathu,+ ixabiso awayexabisa lona umntu, lowo bambi boonyana bakaSirayeli babembekela ixabiso,