Yeremiya 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ababingeleli nabaprofeti bathi kwiinkosana nakubo bonke abantu: “Le ndoda ifanelwe sisigwebo sokufa,+ ngenxa yokuba iprofete ngokuphathelele esi sixeko kanye njengoko nivile ngeendlebe zenu.”+
11 Yaye ababingeleli nabaprofeti bathi kwiinkosana nakubo bonke abantu: “Le ndoda ifanelwe sisigwebo sokufa,+ ngenxa yokuba iprofete ngokuphathelele esi sixeko kanye njengoko nivile ngeendlebe zenu.”+