Yeremiya 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+ Yeremiya 38:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Iinkosana zathi kukumkani: “Mayibulawe le ndoda,+ kuba ngale ndlela izenza buthathaka izandla zamadoda emfazwe aseleyo kwesi sixeko nezandla zabantu bonke, ngokuthetha kubo ngokwala mazwi.+ Kuba le ndoda ayisifuneli luxolo esi sizwana kodwa intlekele.”
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+
4 Iinkosana zathi kukumkani: “Mayibulawe le ndoda,+ kuba ngale ndlela izenza buthathaka izandla zamadoda emfazwe aseleyo kwesi sixeko nezandla zabantu bonke, ngokuthetha kubo ngokwala mazwi.+ Kuba le ndoda ayisifuneli luxolo esi sizwana kodwa intlekele.”