Yeremiya 38:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UKumkani uZedekiya wathumela waza wamthabathela kuye uYeremiya umprofeti+ esangweni lesithathu,+ elisendlwini kaYehova,+ wandula ke ukumkani wathi kuYeremiya: “Ndifuna ukukubuza into. Musa ukundifihlela nantoni na.”+
14 UKumkani uZedekiya wathumela waza wamthabathela kuye uYeremiya umprofeti+ esangweni lesithathu,+ elisendlwini kaYehova,+ wandula ke ukumkani wathi kuYeremiya: “Ndifuna ukukubuza into. Musa ukundifihlela nantoni na.”+