1 Samuweli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.” 1 Kumkani 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Waza wathi ukumkani kuye: “Ndikufungise izihlandlo ezingaphi na ukuba ungathethi nto yimbi ngaphandle kwenyaniso kum egameni likaYehova?”+
17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.”
16 Waza wathi ukumkani kuye: “Ndikufungise izihlandlo ezingaphi na ukuba ungathethi nto yimbi ngaphandle kwenyaniso kum egameni likaYehova?”+