Yeremiya 52:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo,+ indlala yaba qatha esixekweni yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+
6 Ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo,+ indlala yaba qatha esixekweni yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+