2 Kumkani 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+ Yeremiya 39:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+
3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+
2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+