Yeremiya 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+ Yeremiya 38:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuba uthe akwaphuma uye kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni, esi sixeko siya kunikelwa esandleni samaKhaledi, kwaye okunene aya kusitshisa ngomlilo,+ yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo.’”+
4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+
18 Kodwa ukuba uthe akwaphuma uye kwiinkosana zokumkani waseBhabhiloni, esi sixeko siya kunikelwa esandleni samaKhaledi, kwaye okunene aya kusitshisa ngomlilo,+ yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo.’”+