3 Kwaye wena akuyi kusinda esandleni sakhe, ngenxa yokuba nakanjani na uya kubanjwa yaye uya kunikelwa esandleni sakhe.+ Namehlo akho aya kuwabona amehlo okumkani waseBhabhiloni,+ nomlomo wakhe uya kuthetha nomlomo wakho, yaye wena uya kuya eBhabhiloni.’