Duteronomi 28:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo uya kuphanjaniswa ngumbono aya kuwubona amehlo akho.+ Isaya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nabantwana babo kanye baya kutyunyuzwa phambi kwamehlo abo.+ Izindlu zabo ziya kuphangwa, nabafazi babo baya kudlwengulwa.+
16 nabantwana babo kanye baya kutyunyuzwa phambi kwamehlo abo.+ Izindlu zabo ziya kuphangwa, nabafazi babo baya kudlwengulwa.+