2 Kumkani 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda.
8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda.