2 Kronike 34:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe. Yeremiya 41:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wesuka ke uIshmayeli unyana kaNetaniya namadoda alishumi awayenaye wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ngekrele.+ Ngoko yena wambulala lowo wayemiselwe ngukumkani waseBhabhiloni ukuba abe phezu kwelizwe.+
8 Ngonyaka weshumi elinesibhozo+ wokulawula kwakhe, esakube elihlambulule ilizwe nendlu, wathumela uShafan+ unyana ka-Atsaliya noMahaseya intloko yesixeko noYowa unyana kaYowahazi owayegcina ingxelo ukuya kulungisa+ indlu kaYehova uThixo wakhe.
2 Wesuka ke uIshmayeli unyana kaNetaniya namadoda alishumi awayenaye wamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ngekrele.+ Ngoko yena wambulala lowo wayemiselwe ngukumkani waseBhabhiloni ukuba abe phezu kwelizwe.+