Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ Yeremiya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+