IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwanetyeya kaThixo yathinjwa,+ yaye bafa noonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi.+

  • INdumiso 78:60
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 60 Yaye ekugqibeleni wawushiya umnquba waseShilo,+

      Intente awayehlala kuyo phakathi kwabantu basemhlabeni.+

  • Yeremiya 26:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 nam, ke, ndiza kuyenza le ndlu ibe njengeyaseShilo,+ nesi sixeko ndiya kusenza isiqalekiso kuzo zonke iintlanga zomhlaba.’”’”+

  • Yeremiya 26:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kutheni na ukuze uprofete egameni likaYehova, usithi, ‘Le ndlu iya kuba njengeyaseShilo,+ nesi sixeko siya kuphanziswa ngokokuze singabi nammi’?” Kwaye bonke abantu bahlanganisana ngakuYeremiya endlwini kaYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share