Yeremiya 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bathi kuye: “Akwazi na konke konke ukuba uBhahalis, ukumkani woonyana baka-Amoni,+ uthumele uIshmayeli+ unyana kaNetaniya+ ukuze akuxabele emphefumlweni?” Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.+
14 Bathi kuye: “Akwazi na konke konke ukuba uBhahalis, ukumkani woonyana baka-Amoni,+ uthumele uIshmayeli+ unyana kaNetaniya+ ukuze akuxabele emphefumlweni?” Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.+