Eksodus 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko baphendula bonke abantu ngamxhelo mnye bathi: “Konke akuthethileyo uYehova sikulungele ukukwenza.”+ Ngoko nangoko uMoses wawabuyisela kuYehova amazwi abantu.+ Duteronomi 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sondela wena uze ukuve konke oko aya kukutsho uYehova uThixo wethu; uze wena ukuthethe kuthi konke oko aya kukuthetha uYehova uThixo wethu kuwe,+ yaye ngokuqinisekileyo siya kukuphulaphula size sikwenze.’
8 Emva koko baphendula bonke abantu ngamxhelo mnye bathi: “Konke akuthethileyo uYehova sikulungele ukukwenza.”+ Ngoko nangoko uMoses wawabuyisela kuYehova amazwi abantu.+
27 Sondela wena uze ukuve konke oko aya kukutsho uYehova uThixo wethu; uze wena ukuthethe kuthi konke oko aya kukuthetha uYehova uThixo wethu kuwe,+ yaye ngokuqinisekileyo siya kukuphulaphula size sikwenze.’