Yeremiya 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwanoonyana baseNofu+ naseTapanesi+ badlela elukakayini lwentloko yakho.+ Hezekile 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+
18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+