INdumiso 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+ Isaya 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kungenxa yoko le nto zona kanye izibilini zam zixokozela kanye njengohadi ngenxa kaMowabhi,+ nomngaphakathi wam ngenxa yeKire-hareseti.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+
11 Kungenxa yoko le nto zona kanye izibilini zam zixokozela kanye njengohadi ngenxa kaMowabhi,+ nomngaphakathi wam ngenxa yeKire-hareseti.+