Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. Levitikus 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngoko ke, mna, ndomchasa ngokuqinisekileyo loo mntu nentsapho yakhe,+ ndize ngenene ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo, yena nabo bonke abamthelelayo ekubeni neentlobano zokuziphatha okubi+ noMoleki. Yeremiya 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+ Amosi 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
5 ngoko ke, mna, ndomchasa ngokuqinisekileyo loo mntu nentsapho yakhe,+ ndize ngenene ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo, yena nabo bonke abamthelelayo ekubeni neentlobano zokuziphatha okubi+ noMoleki.
10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+
4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+