IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+

  • 1 Korinte 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 nabo balisebenzisayo eli hlabathi+ babe njengabangalisebenzisi ngokupheleleyo; kuba imeko yeli hlabathi iyatshintsha.+

  • 1 Timoti 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Phofu ke, iyinene yona into yokuba, uzinikelo lobuthixo+ kunye nokwanela,+ kuyinzuzo enkulu.+

  • Hebhere 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share