IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngoko ke, khangela! uYehova unyusa nxamnye nabo+ amanzi anamandla namaninzi oMlambo,+ ukumkani waseAsiriya+ nozuko lwakhe lonke.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kunyuka abe ngaphezu kwayo yonke imisinga yakhe aye naphezu kwalo lonke udonga lwakhe

  • Yeremiya 47:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Utsho uYehova ukuthi:

      “Khangela! Kunyuka amanzi evela+ ngasemntla+ angumsinga okhukulayo. Kwaye aya kulikhukulisa ilizwe noko kulizalisileyo, isixeko nabemi baso.+ Yaye ngokuqinisekileyo abantu baya kudanduluka, wonk’ ubani ohlala elizweni umele abhomboloze.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share