2 Kumkani 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+ Yeremiya 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukubeth’ ithatha kwamahashe akhe kuviwe kuvela kwaDan.+ Ngenxa yesandi sokukhala kweenkunzi zamahashe akhe ilizwe liphela liyanyikima.+ Kwaye ayafika aze alidle aligqibe ilizwe noko lizele kuko, isixeko nabemi baso.” Yeremiya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngubani na lo unyuka kanye njengoMlambo umNayile, njengemilambo enamanzi alatyuzayo?+
7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+
16 Ukubeth’ ithatha kwamahashe akhe kuviwe kuvela kwaDan.+ Ngenxa yesandi sokukhala kweenkunzi zamahashe akhe ilizwe liphela liyanyikima.+ Kwaye ayafika aze alidle aligqibe ilizwe noko lizele kuko, isixeko nabemi baso.”