Hezekile 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Xa ndilenza ilizwe laseYiputa libe yinkangala ephanzileyo lize liphanziswe ngokupheleleyo ilizwe,+ ndakubaxabela bonke abemi kulo, baya kwazi ukuba ndinguYehova.+ Zefaniya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Yeha abo bangabemi kummandla wolwandle, uhlanga lwamaKereti!+ Ilizwi likaYehova linxamnye nani. Nawe Kanan, ilizwe lamaFilisti, ndiza kukutshabalalisa, ukuze kungabikho mmi.+
15 “Xa ndilenza ilizwe laseYiputa libe yinkangala ephanzileyo lize liphanziswe ngokupheleleyo ilizwe,+ ndakubaxabela bonke abemi kulo, baya kwazi ukuba ndinguYehova.+
5 “Yeha abo bangabemi kummandla wolwandle, uhlanga lwamaKereti!+ Ilizwi likaYehova linxamnye nani. Nawe Kanan, ilizwe lamaFilisti, ndiza kukutshabalalisa, ukuze kungabikho mmi.+