12 Kwaye ilizwe laseYiputa ndiza kulenza inkangala ephanzileyo phakathi kwamazwe achithakeleyo;+ nezixeko zayo ziya kuba yinkangala ephanzileyo phakathi kwezixeko ezichithakeleyo kangangeminyaka engamashumi amane;+ yaye ndiza kuwachithachitha amaYiputa phakathi kweentlanga, ndiwasasaze emazweni.”+