IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 14:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Bhomboloza, sango! Danduluka, sixeko! Nonke nimele nityhafe intliziyo, Filisti! Kuba kuza umsi uvela ngasemntla, yaye akukho bani wahlulwayo ezintlwini zakhe.”+

  • Yeremiya 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+

  • Amosi 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiza kumnqumla ummi eAshdode,+ nophethe intonga yobukhosi eAshkelon;+ yaye ndiza kusibuyisela isandla+ sam kuEkron,+ nabaseleyo bamaFilisti bamele batshabalale,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.’

  • Zefaniya 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Yeha abo bangabemi kummandla wolwandle, uhlanga lwamaKereti!+ Ilizwi likaYehova linxamnye nani. Nawe Kanan, ilizwe lamaFilisti, ndiza kukutshabalalisa, ukuze kungabikho mmi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share