Yobhi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokuswela nokulamba abanaziqhamo,Bakrekretha ummandla ongumqwebedu,+Izolo ebekukho isaqhwithi nokuphanziswa kuwo. Yeremiya 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+
3 Ngenxa yokuswela nokulamba abanaziqhamo,Bakrekretha ummandla ongumqwebedu,+Izolo ebekukho isaqhwithi nokuphanziswa kuwo.
6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+