Numeri 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli. ABagwebi 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+ Isaya 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 IHeshbhon ne-Eleyali+ ziyadanduluka. Ilizwi lazo livakala ukuya kufikelela naseYahatsa.+ Kungenxa yoko le nto amadoda axhobileyo akwaMowabhi ekhwaza. Wona kanye umphefumlo wakhe uyagubha ngaphakathi kuye.
23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli.
20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+
4 IHeshbhon ne-Eleyali+ ziyadanduluka. Ilizwi lazo livakala ukuya kufikelela naseYahatsa.+ Kungenxa yoko le nto amadoda axhobileyo akwaMowabhi ekhwaza. Wona kanye umphefumlo wakhe uyagubha ngaphakathi kuye.