Numeri 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli. Duteronomi 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Wathi akuphuma uSihon, yena nabantu bakhe bonke, ukuza kusihlangabeza edabini eYahatsa,+ ABagwebi 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+
23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli.
20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+