Isaya 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Niya kuthini na ke ngemini yokunikwa ingqalelo+ neyokonakaliswa okuvela kude?+ Niya kusabela kubani na ukuba anincede,+ yaye niya kulushiya phi na uzuko lwenu,+
3 Niya kuthini na ke ngemini yokunikwa ingqalelo+ neyokonakaliswa okuvela kude?+ Niya kusabela kubani na ukuba anincede,+ yaye niya kulushiya phi na uzuko lwenu,+