Yobhi 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akukho namnye unobugagu kangangokuba angayixhokonxa.Yaye ngubani na onokuma phambi kwam?+ INdumiso 76:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wena—uyoyikeka,+Ngubani onokuma phambi kwakho ngenxa yamandla omsindo wakho?+ Nahum 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.
6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.