IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 wathi:+

      “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+

  • Daniyeli 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+

  • IZenzo 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ukuba, ke ngoko, uThixo ubanike bona isipho sesisa esifanayo njengoko wayenjenjalo nangathi bakholiweyo kwiNkosi uYesu Kristu,+ bendingubani na mna ukuba ndikwazi ukuthintela uThixo?”+

  • Roma 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke uya kuthi kum: “Kutheni na ke esahlaba amadlala nje? Kuba ngubani na onokuma nxamnye nokuthanda kwakhe okucacileyo?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share