IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 50:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko ke abafana bayo baya kuwela kwiindawo zayo zembutho,+ nawo onke amadoda ayo emfazwe aya kwenziwa athi cwaka ngaloo mini,”+ utsho uYehova.

  • Yeremiya 51:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Bamele bawe bebulewe kwilizwe lamaKhaledi+ yaye behlatyiwe kwizitrato zayo.+

  • IZililo 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Inkwenkwe nendoda endala+ balele emhlabeni ezitratweni.+

      Iintombi zam ezinyulu nabafana bam bawile likrele.+

      Ubulele ngemini yomsindo wakho.+ Ubulele ngogonyamelo;+ akubanga namfesane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share