Isaya 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Izaphetha zawo ziya kubageqa abafana.+ Isiqhamo sesizalo akayi kusisizela;+ iliso lawo aliyi kuba nosizi ngoonyana. Yeremiya 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+ Yeremiya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Ngoko ke abafana bayo baya kuwa kwiindawo zembutho, nawo amadoda emfazwe aya kwenziwa athi cwaka ngaloo mini,”+ utsho uYehova wemikhosi. Yeremiya 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bamele bawe bebulewe kwilizwe lamaKhaledi+ yaye behlatyiwe kwizitrato zayo.+
18 Izaphetha zawo ziya kubageqa abafana.+ Isiqhamo sesizalo akayi kusisizela;+ iliso lawo aliyi kuba nosizi ngoonyana.
21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+
26 “Ngoko ke abafana bayo baya kuwa kwiindawo zembutho, nawo amadoda emfazwe aya kwenziwa athi cwaka ngaloo mini,”+ utsho uYehova wemikhosi.