Genesis 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngamagama abo, ngokweentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam+ 1 Kronike 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Le yimvelaphi yeentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam,+ Isaya 42:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Intlango+ nezixeko zayo maziphakamise amazwi azo, imizi emiwe ngamaKedare.+ Abemi bengxondorha+ mabadanduluke ngovuyo. Phezulu ezintabeni abantu mabadanduluke kakhulu. Yeremiya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Kodwa dlulani kumazwe angaselunxwemeni lwaseKitim+ nize nibone. Ewe, thumelani naseKedare+ nize ninikele ingqalelo ekhethekileyo, nibone enoba nantoni na enjengale yakhe yenzeka na.+ Hezekile 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.
13 Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngamagama abo, ngokweentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam+
29 Le yimvelaphi yeentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti+ ibe nguKedare+ noAdebhele noMibhesam,+
11 Intlango+ nezixeko zayo maziphakamise amazwi azo, imizi emiwe ngamaKedare.+ Abemi bengxondorha+ mabadanduluke ngovuyo. Phezulu ezintabeni abantu mabadanduluke kakhulu.
10 “‘Kodwa dlulani kumazwe angaselunxwemeni lwaseKitim+ nize nibone. Ewe, thumelani naseKedare+ nize ninikele ingqalelo ekhethekileyo, nibone enoba nantoni na enjengale yakhe yenzeka na.+
21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.