Yeremiya 49:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwaye iHatsore+ imele ibe sisikhundla soodyakalashe,+ inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo. Akukho mntu uya kuhlala apho, nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.”+
33 “Kwaye iHatsore+ imele ibe sisikhundla soodyakalashe,+ inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo. Akukho mntu uya kuhlala apho, nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.”+