Yeremiya 50:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+
39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+