IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Abemi bemimandla engumqwebedu ngokuqinisekileyo baya kubutha apho, nezindlu zabo ziya kuzaliswa zizihuluhulu.+ Iya kuba likhaya leenciniba, needemon ezimilise okweebhokhwe ziya kudloba apho.+

  • Yeremiya 51:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 IBhabhiloni imele ibe yimfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe,+ into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi, ingabi nammi.+

  • ISityhilelo 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share